1 Kings 1:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, nxa usateta kona nokumkani, sendiya kungena mna emva kwako, ndiwaqinise amazwi ako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uyabona, ndothi, usathetha apho nokumkani, ndingene nam emva kwakho, ndiwazalise amazwi akho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyabona, ndothi, usathetha nokumkani, ndingene nam emva kwakho, ndiwazalise amazwi akho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uya kuthi usathetha njalo nokumkani, nam ndingene ndikungqinele kuloo nto uyithethayo.”