1 Kings 1:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Watoba pantsi u‐Batesheba, waziqubuda pambi kwokumkani. Waza wati ukumkani: Ufuna nto nina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathoba uBhatshebha, waqubuda kukumkani. Wathi ukumkani, Unga ntoni na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathoba uBhatshebha, wawa ngobuso bakhe phambi kokumkani. Wathi ukumkani, Ufuna ntoni na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UBhashebha wavova, waguqa phambi kokumkani. Ukumkani wathi: “Kukho nto na uyifunayo?”