1 Kings 1:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Okanye kuya kuti, nxa inkosi yam ukumkani iya kulala noyise bayo, mna nonyana wam u‐Solomone soba ngaboni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kothi, xa ithe yalala kooyise inkosi yam ukumkani, sibe ngaboni, thina noSolomon unyana wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungenjalo, xa ithe yalala kooyise inkosi yam ukumkani, mna noSolomon unyana wam sogqalwa njengabakreqi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kungenjalo ke, mhlekazi, uya kuthi nje ukuba ufe ulaliswe nooyihlo, mna nonyana wam uSolomon siphathwe njengabangcatshi.”