1 Kings 1:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaxelwa ke kukumkani, kusitwa: Nanku u‐Natane umprofite. Waza wangena ebusweni bokumkani, wazitoba pambi kwokumkani ngobuso bake ngasemhlabeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waxelelwa ukumkani, kwathiwa, Nanku uNatan umprofeti.Wafika ke phambi kokumkani, waqubuda kukumkani ngobuso emhlabeni;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bamxelela ukumkani, bathi, Lo nguNatan umprofeti. Wathi akungena phambi kokumkani, waguqa phambi kokumkani, ubuso bakhe bubheke emhlabeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waxelelwa ke ukumkani kwathiwa: “Nanku umshumyeli uNatan.” Wangena ke, waya kukumkani, wafika wakhahlela, waqubuda ngobuso bakhe emhlabeni.