1 Kings 1:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Natane: Nkosi yam, kumkani! utshilo na wena ukuti: u‐Adonija woba ngukumkani emva kwam, waeya kuhlala yena pezu kweterone yam?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wathi uNatan, Nkosi yam kumkani, utshilo na wena ukuthi, UAdoniya uya kuba ngukumkani emveni kwam, kuhlale yena etroneni yam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uNatan, Nkosi yam, ùtshilo na wena ukuthi, NguAdoniya oya kuba ngukumkani emveni kwam, kuhlale etroneni yam?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNatan wathi: “Ngaba nguwe na, mhlekazi kumkani, othe uAdoniya uya kuba ngukumkani emva kwakho, angene esihlalweni sakho?