1 Kings 1:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa mna, mna sicaka sako, no‐Tsadoki umperisite, no‐Benaya unyana ka‐Yoyada, no‐Solomone isicaka sako, akasimemanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke akandimemanga mna mkhonzi wakho, noTsadoki umbingeleli, noBhenyana unyana kaYehoyada, noSolomon umkhonzi wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa akandibizanga mna mkhonzi wakho, uTsadoki umbingeleli noBhenaya unyana kaYehoyada noSolomon umkhonzi wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Phofu ke akammemanga umbingeleli uZadoki, nam sicaka sakho, noBhenaya unyana kaJoyada, kunye noSolomon isicaka sakho.