1 Kings 1:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula ukumkani u‐Davide, wati: Ndibizele u‐Batesheba. Waza wangena ebusweni bokumkani, wema pambi kwokumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula ukumkani uDavide, wathi, Bizani uBhatshebha eze kum. Weza ke phambi kokumkani, wema phambi kokumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula ukumkani uDavide, wathi, Ndibizeleni uBhatshebha. Weza kukumkani, wema phambi kokumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani uDavide wathi: “Ndibizeleni uBhashebha.” Weza ke, wafika wema phambi kokumkani.