1 Kings 1:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Batesheba watoba ngobuso ngasemhlabeni, waziqubuda pambi kwokumkani, wati: Maipile inkosi yam ukumkani u‐Davide kude kube ngunapakade!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathoba ke uBhatshebha ngobuso emhlabeni, waqubuda kukumkani, wathi, Mayidle ubomi inkosi yam, ukumkani uDavide, ngonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathoba uBhatshebha ngobuso, wazukisa ukumkani, wathi, Makadle ubomi ukumkani wam, ukumkani uDavide, kude kuse ephakadeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UBhashebha wavova, ejonge phantsi, waguqa phambi kokumkani, wathi: “Phil' ud' ukhokhobe, mhlekazi kumkani Davide!”