1 Kings 1:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza ukumkani wati kubo: Zitabateni nani izicaka zenkosi yenu, nikwelise u‐Solomone unyana wam pezu kweqwaṙaṙa elilelam, nihle naye ngase‐Gihone;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ukumkani kubo, Thabathani abakhonzi benkosi yenu, bahambe nani, nikhwelise uSolomon unyana wam kowam undlebende, nihle naye niye eGihon;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ukumkani kubo, Bathabatheni abakhonzi benkosi yenu, ndimkhwelele uSolomon, unyana wam, undlebende wam, ndihle ndiye naye eGihon.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza wathi kubo: “Thathani amaphakathi am, unyana wam uSolomon nimkhwelise kwimbongolo yam, niye eGihon,