1 Kings 1:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Niya kwandula ninyuke emva kwake, ukuba eze ahlale pezu kweterone yam; ngokuba yena eya kuba ngukumkani esikundleni sam; kanjalo yena ndimmisele ukuba abe yinkosi pezu kwo‐Sirayeli napezu kwo‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nize ninyuke, nimlandele; eze ahlale etroneni yam; abe ngukumkani yena esikhundleni sam. Ndimmisile ukuba abe yinganga kumaSirayeli nakumaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mlandeleni ngoku, ukuze ahlale etroneni yam; kuba uya kuba ngukumkani esikhundleni sam, yaye ndiya kumenza umlawuli kaSirayeli noYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko ke ze nibuye naye, aze kungena ahlale esihlalweni sam, alawule endaweni yam. Ndimtyumbile ukuba abe ngukumkani kwaSirayeli nakwaJuda.”