1 Kings 1:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Benaya unyana ka‐Yoyada wapendula ukumkani, wati: Amene; wanga angatsho njalo uyehova, utixo wenkosi yam ukumkani!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula uBhenaya unyana kaYehoyada, wathi kukumkani, Amen; makatsho uYehova uThixo wenkosi yam ukumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula uBhenaya unyana kaYehoyada, wathi kukumkani, Amen, utsho uYehova, uThixo kakumkani, nkosi yam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yena uBhenaya unyana kaJoyada wamphendula ukumkani wathi: “Makube njalo! Ngamana watsho noNdikhoyo uThixo wenkosi yam ukumkani!