1 Kings 1:50 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Woyika no‐Adonija ngenxa ka‐Solomone, wesuka, wahamba, waya wabambelela ezimpondweni zesibingelo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Woyika uAdoniya ebusweni bukaSolomon, wesuka, waya wabambelela ezimpondweni zesibingelelo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAdoniya wamoyika uSolomon, waphakama, wabamba iimpondo zesibingelelo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yena uAdoniya ngokoyika uSolomon wasuka waya kubambelela ngeempondo zeqonga lamadini.