1 Kings 11:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Andiyi kukwenza oku noko emihleni yako, ngenxa ka‐Davide uyihlo wako; ndobuṙazula esandleni sonyana wako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa ke andiyi kukwenza oko ngemihla yakho, ngenxa kaDavide uyihlo; ndiya kubukrazula esandleni sonyana wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke andiyi kukwenza oko ngemihla yakho, ngenxa kaDavide uyihlo; kodwa ndiya kubukrazula esandleni sonyana wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke, ngenxa kayihlo uDavide, le nto andiyi kuyenza ngexesha lokudla kwakho ubomi. Ndiya kuwukrazula xa sewusesandleni sonyana wakho.