1 Kings 11:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
(ngokuba u‐Jowabi ebesala kona inyanga zantandatu, no‐Sirayeli bonke, wada wanqamla bonke ababudoda e‐Edome;)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
(ngokuba wahlala iinyanga zantandathu khona uYowabhi namaSirayeli onke, wada wayinqumla yonke into engamadoda kwaEdom);
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wahlala apho uYowabhi nawo onke amaSirayeli iinyanga zantandathu, wada wayitshabalalisa yonke into eyindoda yakwaEdom.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJowabhi lo, ekunye nawo onke amaSirayeli, wahlala apho iinyanga zantandathu, bada bawatshabalalisa onke amadoda ase-Edom.