1 Kings 11:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wandula wesaba u‐Hadade, yena namadoda atile angama‐Edome ezicakeni zoyise kunye naye, ukuya e‐Jipete; waye u‐Hadade engumfana omncinane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wabaleka uHadade, yena namaEdom akubakhonzi boyise kunye naye, baya eYiputa; ke uHadade waye eyinkwenkwana oko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabaleka uHadade, enamaEdom kayise, baya eYiputa; Ke uHadade ebengumntwana omncinane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yena uHadadi lo wayeseyinkwenkwe, waza ke wabalekela eJiputa, ekunye namaphakathi ayekumbuso kayise.