1 Kings 11:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku akuva u‐Hadade e‐Jipete, ukuba u‐Davide walala noyise bake, nokuba u‐Jowabi inkosi yomkosi ufile, wati u‐Hadade ku‐Faro: Ndindulule, ukuba ndiye elizweni lam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UHadade eseYiputa, weva ukuba uDavide ulele kooyise, ufile noYowabhi umthetheli-mkhosi; wathi uHadade kuFaro, Ndindulule ndiye ezweni lakowethu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Weva uHadade eseYiputa, ukuba uDavide ulele kooyise, ufile noYowabhi umthetheli-mkhosi; wathi uHadade kuFaro, Ndindulule ndiye ezweni lakowethu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
EseJiputa apho ke uHadadi weva ukuba uDavide akasekho, noJowabhi injengele yomkhosi wakhe wasweleka. UHadadi wacela apho kukumkani wathi: “Ndikhulule ndibuyele kwelakowethu.”