1 Kings 11:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
(kodwa isizwe sinye soba sesake, ngenxa yesicaka sam u‐Davide, nangenxa ye‐Yerusaleme, isixeko endisinyulileyo kuzo zonke izizwe zo‐Sirayeli:)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
esinye isizwe sibe kuye ngenxa yomkhonzi wam uDavide, nangenxa yeYerusalem, umzi endiwunyulileyo ezizweni zonke zakwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa wena uya kuba nesizwe esinye ngenxa kaDavide umkhonzi wam nangenxa yeYerusalem, isixeko endisinyulileyo ezizweni zonke zakwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke ngenxa yesicaka sam uDavide, nesixeko sam iJerusalem endasinyulayo kuzo zonke izizwe zikaSirayeli, yena wosala nesizwe sibe sinye.