1 Kings 11:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa ndiya kususa ubukumkani esandleni sonyana wake, ndibunike kuwe, kwa izizwe ezilishumi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndobuthabatha ubukumkani esandleni sonyana wakhe, ndinike wena izizwe ezilishumi ke;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kubuthabatha ubukumkani esandleni sonyana wakhe, ndibunike wena izizukulwana ezilishumi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umbuso lo ndiya kuwohlutha kunyana wakhe, wena ndikunike izizwe ezilishumi.