1 Kings 11:37 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo wena ndokutabata, wauya kupata ubukumkani pezu kwako konke okukanukwayo ngumpefumlo wako, ube ngukumkani pezu kwo‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndokuthabatha, ube ngukumkani kuko konke othe wakunqwenela umphefumlo wakho, ube ngukumkani kumaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kukuthabatha, ube ngukumkani kanye njengoko unqwenela umphefumlo wakho, ube ngukumkani wakwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke wena ndiya kukumisa ulawule kangangoko ufuna, ube ngukumkani kwaSirayeli.