1 Kings 12:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WASUKA u‐Rehobome waya e‐Shekeme: ngokuba bebeze e‐Shekeme o‐Sirayeli bonke, ukuze bamenze ukumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
URehabheham waya kwaShekem; ngokuba amaSirayeli onke abeye kumenza ukumkani kwaShekem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye Ekufikeni kukaYarobheham eShekem, ngokuba amaSirayeli onke abeye kumenza ukumkani kwaShekem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uRehobhowam waya eShekem, kuba onke amaSirayeli ayeye khona ukuze ammisele abe ngukumkani.