1 Kings 12:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza ukumkani wapendula abantu ngokulukuni, walishiya icebo lamaxego, elo amcebisa ngalo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukumkani wabaphendula abantu kalukhuni, walishiya icebo lamadoda amakhulu abemnike lona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukumkani wabaphendula abantu kalukhuni, walishiya icebo lamadoda amakhulu abemnike lona;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ukumkani wabaphendula rhabaxa abantu, walilahla icebiso lamadoda amakhulu,