1 Kings 12:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akapulapula ke ukumkani ebantwini; ngokuba belulujiko luvela kuyehova, ukuze aliqinise ilizwi lake, elo walitetayo uyehova ngaye u‐Ahiya um‐Shilo ku‐Jerobome unyana ka‐Nebati.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akabaphulaphulanga ke abantu ukumkani; ngokuba esi siphendu sibe siphuma kuYehova, ukuze alimise izwi lakhe, abelithethile uYehova ngoAhiya waseShilo kuYarobheham, unyana kaNebhati.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akabaphulaphulanga ke abantu ukumkani; ngenxa yokuba lo mbandela wawungokaYehova, ukuze aliphumeze ilizwi lakhe awalithethayo uYehova ngenkonzo ka-Ahiya uMoshilo kuYerobhoham unyana kaNebhati.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, ukumkani akabaphulaphulanga abantu, phofu ke ukuhamba kwezinto ngale ndlela kwakuvela *kuNdikhoyo, efezekisa ilizwi awalithetha kuJerobhowam unyana kaNebhati ngomlomo ka-Ahiya waseShilo.