1 Kings 12:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yitsho ku‐Rehobome unyana ka‐Solomone ukumkani wo‐Juda, nakuyo yonke indlu ka‐Juda no‐Benjamine, nakwisisalela sabantu, usiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yitsho kuRehabheham unyana kaSolomon, ukumkani wakwaYuda, nakwindlu yonke yakwaYuda, nakuBhenjamin, nakubantu abaseleyo, ukuthi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yitsho kuRehabheham unyana kaSolomon, ukumkani wakwaYuda, nendlu yonke yakwaYuda, neyakwaBhenjamin, namasalela abantu, ukuthi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Thetha noRehobhowam unyana kaSolomon ukumkani wakwaJuda, nayo yonke indlu kaJuda nekaBhenjamin, nakubo bonke abaseleyo, uthi: