1 Kings 12:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
xeshekweni baya kunyuka ababantu ukuya kuwenza amadini endlwini kayehova e‐Yerusaleme, iya kwandula intliziyo yababantu ibuyele enkosini yabo, ku‐Rehobome ukumkani wo‐Juda; babeya kubulala mna, babuyele ku‐Rehobome ukumkani wo‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba bathe benyuka aba bantu, baya kubingelela endlwini kaYehova eYerusalem, yobuya intliziyo yaba bantu iye enkosini yabo, kuRehabheham, ukumkani wakwaYuda; bandibulale mna, babuyele kuRehabheham ukumkani wakwaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba bathe benyuka aba bantu baya eYerusalem, baya kubingelela endlwini kaYehova, intliziyo yaba bantu yobuyela enkosini yabo, kuRehabheham, ukumkani wakwaYuda, bandibulale ke mna, nakuRehabheham ukumkani wakwaYuda Yuda, hamba uYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba aba bantu bamane besiya kwenza amadini endlwini *kaNdikhoyo eJerusalem, bangasuka baphinde bakhahlele kwinkosi yabo uRehobhowam ukumkani kaJuda. Xa inokwenzeka loo nto bangandibulala, babuyele kukumkani uRehobhowam.”