1 Kings 12:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lento kodwa yaba sisono: ngokuba abantu bebesiya pambi kwelinye, kwada kwase‐Dane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yathi loo nto yaba sisono; bahamba abantu baya phambi kwelo likwaDan.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaba sisono loo nto; ngokuba abantu baqubuda elowo nowabo, besa kwaDan.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yathi ke loo nto yaba sisono; bahamba abantu baya phambi kwelo likwaDan.