1 Kings 12:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kuwo: Lelinina icebo nilinikayo nina, ukuba sipendule ababantu, abatetileyo kum, besiti: Yenza lula iyokwe ayibekileyo pezu kwetu uyihlo wako?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wathi kuwo, Ninika cebo lini na nina, ukuze sibanike ilizwi aba bantu bathethileyo kum, besithi, Yenze lula idyokhwe awayibeka phezu kwethu uyihlo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kuwo, Ninika cebo lini na nina, ukuze sibanike ilizwi aba bantu bathethileyo kum, besithi, Yiba lula edyokhweni awayibeka phezu kwethu uyihlo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabuza kubo wathi: “Nindinika cebiso lini nina? Mandithini ukubaphendula aba bantu bathi: ‘Khawuyenze lula idyokhwe awayibeka phezu kwethu uyihlo’?”