1 Kings 13:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba ilizwi leza kum ngelizwi likayehova, lisiti: Akuyi kudla isonka, akuyi kusela kona namanzi; akuyi kubuya ngokuhamba ngalondlela ubuhamba ngayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba kuthiwe kum lilizwi likaYehova, Uze ungadli sonka, ungaseli manzi khona, ungabuyi uhambe ngendlela obuze ngayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi, ngenxa enokuba ndixelelwe ngelizwi likaYehova, kwathiwa, Uze ungadli sonka, ungaseli manzi khona, ungabuyi ngendlela obuhambe ngayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ilizwi likaNdikhoyo lithe kum: ‘Phaya uze ungatyi, ungaseli nokusela, futhi ungabuyi ngendlela obe uye ngayo.’ ”