1 Kings 13:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yandula yabuya naye, yadla isonka endlwini yake, yasela namanzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuya ke naye, wadla isonka endlwini yakhe, wasela amanzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya ke naye, wadla isonka, wasela namanzi endlwini yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko umfo wakwaThixo lowo wajika nayo, waza ke watya wasela apho endlwini yayo.