1 Kings 13:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
koko ubuyile, udlile isonka, uselile namanzi, endaweni abete kuwe ngayo: Ungadli isonka, ungaseli namanzi; isidumbu sako asiyi kuza encw̔abeni loyihlo bako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wesuka wabuya, wadla isonka, wasela amanzi kule ndawo awathetha ngayo kuwe, esithi, Uze ungadli sonka, ungaseli manzi: isidumbu sakho asiyi kungena engcwabeni looyihlo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya wadla isonka, wasela amanzi kuloo ndawo abethethe ngayo uYehova, wathi, Ize ningadli sonka, ningaseli manzi; umzimba wakho awuyi kufikelela engcwabeni likayihlo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ujikile wafika watya wasela kanye kule ndawo ubuyalelwe ukuba ungatyi ungaseli kuyo. Ngoko ke isidumbu sakho asiyi kungcwatywa kumafihlo ooyihlo.’ ”