1 Kings 13:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula umprofite wafunqula isidumbu sendoda katixo, wasilalisa eqwaṙasheni, wabuya naso: waye umprofite omdala esiza esixekweni, ukwenza isijwili, nokuyincw̔aba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wasifunqula umprofeti isidumbu somfo wakwaThixo, wasibeka e-esileni, wabuya naso. Weza ekhaya umprofeti lowo useleyindoda enkulu, ukuba ammbambazelele, amngcwabe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko umprofeti wawuthabatha umzimba womntu oyinyaniso kaTHIXO oyinyaniso wawukhwelisa e-esileni waza wabuya nawo; Weza ke esixekweni umprofeti lowo useleyindoda enkulu, ukuba ammbambazelele, amngcwabe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke umshumayeli lowo wawuthatha loo mzimba womfo wakwaThixo, wawuxhoma edonkini, wabuya nawo, wawuzisa esixekweni sakhe, ukuze alilelwe angcwatye.