1 Kings 13:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza ukumkani wateta kwindoda katixo, esiti: Yiza nam ekaya, uzomeleze, ndandiya kukupa ibaso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathetha ke ukumkani kumfo wakwaThixo, wathi, Hamba siye ekhaya, uzixhase, ndikunike isipho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wandula ke ukumkani wathi kumfo wakwaThixo: “Hamba nam siye ekhaya, uze uzithembe, yaye ndiza kukunika umvuzo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani wathetha naloo mfo wakwaThixo wathi: “Hamba nam, siye ekhaya, ndikuphe into etyiwayo, ndikunike nesipho.”