1 Kings 14:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Suka wena ngoko, uye endlwini yako; zisakungena inyawo zako esixekweni, uya kububa umfana lowo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Suk ume ke wena, uhambe uye endlwini yakho; ekungeneni kweenyawo zakho kuwo umzi, uya kufa umntwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Vuka kaloku, uye endlwini yakho; ekungeneni kweenyawo zakho kuwo umzi, iya kufa umntwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ke wena okokwakho goduka! Uya kuthi usathi cakatha nje esixekweni, ife inkwenkwe leyo.