1 Kings 14:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku isisalela semicimbi ka‐Jerobome, ukuba wati nina ukulwa, nokuba wati nina ukupata ubukumkani, bona ke, iba̔liwe yona encwadini yemicimbi yemihla ngemihla yokumkani bo‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezinye izinto zikaYarobheham, ukulwa kwakhe, nokulawula kwakhe, nanko kubhaliwe encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ezinye izinto zikaYarobheham, ukulwa kwakhe, nokulawula kwakhe, nanzo zibhaliwe encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku ezinye iziganeko zolawulo lukaJerobhowam, iimfazwe nokuphatha kwake, nâzo kwincwadi yeembali zookumkani bakwaSirayeli.