1 Kings 14:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kubako nengnawo elizweni: benza njengazo zonke izinto ezibuntshontsho zentlanga ezibe zigqogqiwe nguyehova ebusweni bosapo luka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kananjalo bekukho amang awu elizweni, enza ngokwamasikizi onke eentlanga, awazigqogqayo uYehova phambi koonyana bakaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo bekukho amaSodom kwelo lizwe, enza ngokwamasikizi onke eentlanga, awazigqogqayo uYehova phambi koonyana bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bada benza nezibingelelo zamahenyu angamadoda apho kwelo lizwe labo. Kaloku bangena bawenza onke amasikizi awayesenziwa zizizwe awazigxothayo uNdikhoyo phambi kokungena kwamaSirayeli.