1 Kings 14:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Hamba, uti ku‐Jerobome: Utsho uyehova, utixo wo‐Sirayeli, ukuti: Ngenxa yokuba bendikupakamisa pakati kwabantu, ndaza ndakwenza inkosi pezu kwabantu bam o‐Sirayeli,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yiya, uthi kuYarobheham, Utsho uYehova uThixo kaSirayeli, ukuthi, Ngenxa enokuba ndakuphakamisayo phakathi kwabantu, ndakwenza inganga kubantu bam amaSirayeli,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke, wothi kuYarobheham, Utsho uYehova, uThixo kaSirayeli, ukuthi, Ekubeni ndakuphakamisayo phakathi kwabantu, ndiya kukwenza ukumkani wabantu bam amaSirayeli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yiya umxelele uJerobhowam ukuba uNdikhoyo uThixo kaSirayeli utsho ukuthi: ‘Ndakuphakamisa ndakukhupha ebantwini, ndakwenza inkokheli yabantu bam amaSirayeli.