1 Kings 15:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yabiyiminyaka engamashumi mane anamnye wabepata ubukumkani e‐Yerusaleme. Igama lonina belingu‐Mahaka, intombi ka‐Abishalome.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waba neminyaka emashumi mane anamnye engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguMahaka, intombi ka-Abhisalom.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waba neminyaka emashumi mane anamnye engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguMaga, intombi ka-Abhisalom.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza walawula iminyaka emashumi mane nanye. Unina-khulu yayinguMahaka intombi ka-Abhasalom.