1 Kings 15:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, nxa abevile oku u‐Bahasha, wayeka ukwaka i‐Rama, waya wahlala e‐Tiretsa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, akuva uBhahesha, wayiyeka ukuyakha iRama, wahlala eTirtsa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akukuva oku uBhasha wayeka ukuyakha iRama, wahlala eTirtsa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuyiva le nto uBhayesha wayeka ukwakha engqinga iRama, wahlehlela eTirza.