1 Kings 15:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo u‐Bahasha wambulala, ngomnyaka wesitatu ka‐Asa ukumkani wo‐Juda, wapata ubukumkani esikundleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UBhahesha wambulala ke ngomnyaka wesithathu ka-Asa ukumkani wakwaYuda, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngomnyaka wesithathu ka-Asa ukumkani wakwaYuda, uBhasha wambulala ke, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UBhayesha ke wabulala uNadabhi kunyaka wesithathu kakumkani uAsa wakwaJuda, waza ke wangena ezihlangwini zakhe.