1 Kings 15:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, akuba ngukumkani, wabeta yonke indlu ka‐Jerobome; akasalisa nento epefumlayo ku‐Jerobome, wada wamtshabalalisa, njengelizwi likayehova, elo wabelitetile ngesicaka sake u‐Ahiya um‐Shilo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, xa angukumkani, wayibulala yonke indlu kaYarobheham; akasalisa namnye uphefumlayo kwaYarobheham, wada wamtshabalalisa, ngokwelizwi likaYehova, abelithethile ngomkhonzi wakhe uAhiya waseShilo:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuqala kwakhe ukulawula, wayibulala yonke indlu kaYarobheham; akasalisa namnye umphefumlo kaYarobheham, wada wamtshabalalisa, ngokwelizwi likaYehova, awalithethayo ngomkhonzi wakhe uAhiya waseShilo:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe akuphatha wayingenela wayibulala yonke indlu kaJerobhowam. Ewe, akashiyanga nalo mnye osaphefumlayo umntu apha kwaJerobhowam. Wabatshabalalisa bonke ngokomlomo kaNdikhoyo ngesicaka sakhe uAhiya waseShilo.