1 Kings 15:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngenxa yezono zika‐Jerobome, owonayo yena, nowenzayo o‐Sirayeli bone nabo, ngengcapukiso yake owamcapukisa ngayo uyehova, utixo wo‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngenxa yezono zikaYarobheham awona ngazo, awawonisa ngazo amaSirayeli; ngokumqumbisa kwakhe awamqumbisa ngako uYehova uThixo kaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ngenxa yezono zikaYerobhoham awazenzayo waza wamonisa ngazo uSirayeli ngenxa yomsindo wakhe awamcaphukisa ngawo uYehova uTHIXO kaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Le nto yenzeka kuba uJerobhowam wôna, waza kananjalo walukuhlela uSirayeli esonweni, nto leyo ke yamcaphukisayo uNdikhoyo uThixo kaSirayeli.