1 Kings 15:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwabekuko imfazwe pakati kwo‐Asa no‐Bahasha ukumkani wo‐Sirayeli yonke imihla yabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yaye iyimfazwe phakathi koAsa noBhahesha, ukumkani wakwaSirayeli, yonke imihla yabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaye iyimfazwe phakathi kuka-Asa noBhasha ukumkani wakwaSirayeli yonke imihla yabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngalo lonke ithuba lolawulo lwabo kwaba soloko kukho imfazwe phakathi kuka-Asa noBhayesha ukumkani wakwaSirayeli.