1 Kings 15:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Noko ngenxa ka‐Davide, uyehova, utixo wake, wamnika isibane e‐Yerusaleme, ngokuvusa unyana wake emva kwake, nangokumisa i‐Yerusaleme:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Noko wathi uYehova uThixo wakhe, ngenxa kaDavide, wamnika isibane eYerusalem, sokumisa unyana wakhe emva kwakhe, sokumisa iYerusalem;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ngenxa kaDavide, uYehova uThixo wakhe wamnika isibane eYerusalem, ukuze avelise unyana wakhe emva kwakhe, ukuze ayiqinise iYerusalem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke ngenxa kaDavide, uNdikhoyo uThixo wakhe wambekela ihlumelo eJerusalem ngokumvelisela unyana wokuthatha indawo yakhe, kananjalo nangokuyizinzisa iJerusalem.