1 Kings 15:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada walala u‐Abiyame noyise bake, wancw̔atywa esixekweni sika‐Davide; waza u‐Asa unyana wake wapata ubukumkani esikundleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAbhiyam walala kooyise, bamngcwabela emzini kaDavide.UAsa, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Walala uAbhiya kooyise; waza wangcwatyelwa kwisiXeko sikaDavide, waza uAsa unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uAbhiya waya kuphumla kooyise, waza ke wangcwatywa kwisixeko sikaDavide, unyana wakhe uAsa wathatha indawo yakhe wangukumkani.