1 Kings 15:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngowamashumi mabini umnyaka ka‐Jerobome ukumkani wo‐Sirayeli, waba ngukumkani u‐Asa pezu kwo‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngomnyaka wamashumi amabini kaYarobheham ukumkani wakwaSirayeli, uAsa waba ngukumkani kwaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngomnyaka wamashumi amabini kaYarobheham ukumkani wakwaSirayeli, uAsa waba ngukumkani kwaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngonyaka wamashumi amabini uJerobhowam elawula kwaSirayeli, ukumkani uAsa waqalisa ukulawula kwaJuda,