1 Kings 16:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Landula leza ilizwi likayehova ku‐Jehu unyana ka‐Hanani ngakuye u‐Bahasha, lisiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lafika ke ilizwi likaYehova kuYehu, unyana kaHanani, ngenxa kaBhahesha, lisithi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwafika ilizwi likaYehova kuYehu, unyana kaHanani, phezu kweBhahesa, lisithi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uYehu unyana kaHanani wafikelwa lilizwi *likaNdikhoyo ngokubhekiselele kuBhayesha. Lalisithi: