1 Kings 16:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wangena u‐Zimri wambeta, wambulala, ngomnyaka wamashumi mabini anesixe̔nxe ka‐Asa ukumkani wo‐Juda, wapata ubukumkani esikundleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wangena ke uZimri, wamxabela, wambulala, ngomnyaka wamashumi amabini anesixhenxe ka-Asa ukumkani wakwaYuda; waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wangena uZimri, wamgwaza, wambulala, ngomnyaka wamashumi omabini anesixhenxe ka-Asa ukumkani wakwaYuda, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UZimri wangena wambetha wambulala, xa kanye uAsa akunyaka wamashumi amabini anesixhenxe engukumkani kwaJuda. Waza ke wathatha indawo yakhe.