1 Kings 16:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku isisalela semicimbi ka‐Ela, nako konke abekwenza, ayiba̔lwanga na yona encwadini yemicimbi yemihla ngemihla yokumkani bo‐Sirayeli?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezinye izinto zikaEla, nako konke awakwenzayo, azibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ezinye izinto zikaEla, nako konke awakwenzayo, ndithi, nanzo zibhaliwe encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ezinye zeziganeko zolawulo lukaEla, nayo yonke imisebenzi yakhe, nâzo encwadini yeembali zookumkani bakwaSirayeli.