1 Kings 16:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute, akubona u‐Zimri ukuba sitinjiwe isixeko, wandula wangena enqatyeni yendlu yokumkani, wayitshisa pezu kwake indlu yokumkani ngomlilo, wabuba,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, akubona uZimri ukuba uza kuthinjwa umzi, wangena enqabeni yendlu yokumkani, wayitshisa ngomlilo phezu kwakhe indlu yokumkani, wafa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi akubona uZimri ukuba isixeko sithinjiwe, wangena ebhotwe lendlu kakumkani waza wayitshisa indlu kakumkani ngomlilo, wafa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe akuqonda uZimri ukuba isixeko sihlaselwe, wasuka waya enqabeni yakomkhulu, waza walintumeka umlilo ikomkhulu elo, naye wafela apho.