1 Kings 16:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa abantu ababemlandela u‐Omri babeyisa abantu ababemlandela u‐Tibeni unyana ka‐Ginate: wada wafa u‐Tibeni, wapata ubukumkani u‐Omri.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abantu ababelandela uOmri baboyisa abo bantu babelandela uTibheni, unyana kaGinati; wafa uTibheni; waba ngukumkani uOmri.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa abantu ababelandela uOmri baboyisa abantu ababelandela uTibheni unyana kaGinati, wafa uTibheni, yaye uOmri waqalisa ukulawula.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke abalandeli bakaOmri baboyisa abo bakaTibheni unyana kaGinati. Ke yena uTibheni wafa, waza ke uOmri wangukumkani.