1 Kings 16:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nesisalela semicimbi ka‐Omri, oko wakwenzayo, namandla ake owenza ngawo, ayiba̔lwanga na yona encwadini yemicimbi yemihla ngemihla yokumkani bo‐Sirayeli?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezinye izinto zikaOmri awazenzayo, nobugorha bakhe awabenzayo, azibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke eminye imicimbi kaOmri awayenzayo namandla akhe awawenzayo, akubhalwanga na encwadini yemicimbi yookumkani bakwaSirayeli?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ezinye ke iziganeko zolawulo lukaOmri, imisebenzi ndawonye nemizabalazo yakhe, nâzo encwadini yeembali zookumkani bakwaSirayeli.